Mark 6:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bandulule, baze bemke baye emapandleni apahlayo nasemizini, bazitengele izonka; ngokuba bengenanto yokutya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bandulule bemke, baye emaphandleni ajikelezileyo nasemizaneni, bazithengele izonka; kuba bengenanto bangayidlayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
bandulule bemke, baye emaphandleni ajikelezileyo nasemizaneni, bazithengele izonka; kuba bengenanto bangayidlayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
bandulule abantu bemke, baye emizini ejikelezileyo nasezidolophaneni, bazithengele ukutya.”