Mark 6:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa wapendula wati kubo: Bapeni nina ukuba batye. Baza bati kuye: Simke siye kutenga izonka ngedenari zibe makulu mabini na, sibape ukuba batye?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula wathi kubo, Bapheni nina badle. Bathi kuye, Simke na siye kuthenga izonka ngeedenariyo ezimakhulu mabini, sibaphe badle?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula ke wathi kubo, Bapheni nina batye. Bathi kuye, Simke na siye kuthenga izonka ngeedenariyo ezimakhulu mabini, sibaphe badle?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa waphendula wathi kubo: “Bapheni nina ukutya.” Bathi kuye ke: “Masithini ke? Uthi masiye kuthenga izonka zeerandi ezingamakhulu amabini, sibaphe batye?”