Mark 6:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuloko wabesiti kubo u‐Yesu: Umprofite akangongenakubekwa, kupela ungonjalo emzini wakowabo, nasezalamaneni zake, nasendlwini yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayesithi ke uYesu kubo, Umprofeti akasweli mbeko, kungaba kukowabo, nakwizizalwana zakhe, nakokwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke uYesu kubo, Umprofeti akasweli mbeko, kungaba kukowabo, nakwizizalwana zakhe, nakokwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uYesu wathi kubo: “Kakade *umshumayeli uyayinikwa imbeko; kukowabo kuphela, kwizizalwana zakhe, ekhayeni lakhe, apho angayifumaniyo khona.”