Mark 6:40 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bahlala pantsi ke ngezintlu ngezintlu, ngezekulu nangezamashumi mahlanu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bahlala phantsi beziingcamba ngeengcamba ngamakhulu, nangamashumi ngamahlanu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bahlala phantsi beziingcamba ngeengcamba ngamakhulu, nangamashumi ngamahlanu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bahlala phantsi ke bengamaqela ngamaqela, bengamakhulu namashumi ngamahlanu.