Mark 6:45 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza kwa oko wabanyanzela abadisipile bake bangene enqanaweni, bandulele ukuya ecaleni elingapesheya ngase‐Betesayida, nxa abandulula abantu yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabanyanzela kwaoko abafundi bakhe ukuba bangene emkhombeni, bamandulele baye ngaphesheya eBhetesayida, lo gama asindululayo isihlwele yena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabanyanzela kwaoko abafundi bakhe ukuba bangene emkhombeni, bamandulele baye ngaphesheya eBhetesayida, lo gama asindululayo isihlwele yena.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwangoko ke uYesu wabanyanzela abafundi bakhe ukuba bangene esikhitshaneni, bamandulele baye ngaphesheya eBhetesayida, ngeli xa yena asindululayo isihlwele.