Mark 6:48 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wababona bezibulala ngokuqu̔ba ngemipini; ngokuba umoya ububavelela pambili. Kekaloku ngelesine ivaṙasho lobusuku weza kubo, ehamba pezu kwolwandle, wanga wafuna ukubadlula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wababona bebulaleka ekuqhubeni; kuba umoya ububavele ngaphambili. Athi ngolwesine ulindo lobusuku eze kubo, ehamba phezu kolwandle; wanga uza kugqitha kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wababona bebulaleka ekuqhubeni; kuba umoya ububavele ngaphambili. Athi ngolwesine ulindo lobusuku eze kubo, ehamba phezu kolwandle; wanga angacanda kubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wababona ke abafundi bebulaleka kukubheqa isikhitshana, kuba umoya wawuvela ngaphambili. Ke, emva kwentsimbi yesithathu ekuseni, waya kubo ehamba phezu kwamanzi olwandle. Xa wayeza kugqitha kubo,