Mark 6:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wakohlwa ukwenza izenzo zamandla kona apo; kwapela wabeka izandla pezu kwento encinane yabafayo, wabapilisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayengenako ukwenza na mnye umsebenzi wamandla khona apho, kwakuphela ukubeka izandla phezu kwemilwelwe embalwa, wayiphilisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayengenako ukwenza namnye umsebenzi wamandla khona apho, kwakuphela ukubeka izandla phezu kwemilwelwe embalwa, wayiphilisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayengenako ke ukwenza namnye ummangaliso apho, ngaphandle kokuba abeke izandla kwimilwelwe embalwa, ayiphilise.