Mark 6:50 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba bonke bebembona, baxaliswa. Waselesuka wateta nabo, wati kubo: Yomelelani; ndim, musani ukwoyika.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba bonke bambona, bakhathazeka. Wathetha kwaoko nabo, wathi kubo, Yomelelani; ndim; musani ukoyika.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba bonke bambona, bakhathazeka. Wathetha kwaoko nabo, wathi kubo, Yomelelani; ndim; musani ukoyika.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba bambona bonke, babethwa luvalo. Kwangoko ke wathetha nabo, wathi kubo: “Zolani; ndim; musani ukoyika.”