Mark 6:51 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wenyukela kubo wangena enqanaweni, wadamba ke umoya: baye bemangaliswa kakulu ke pakati kwabo pezu kwembaliso, bati nqa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenyuka waya kubo emkhombeni, wadamba umoya. Bathi nqa ngaphakathi kwabo ngokuncamisileyo kunene, bamangaliswa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenyuka waya kubo emkhombeni, wadamba umoya. Bathi nqa ngaphakathi kwabo ngokuncamisileyo kunene, bamangaliswa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waya kukhwela apho esikhitshaneni, waza umoya wadamba. Bamangaliswa kunene,