Mark 6:55 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bapalapala kulo lonke elozwe langakona, baqala ukubatwalatwala pezu kwenku̔ko abo banezifo, ukuya apo bebesiva ukuba ukona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bawubaleka wonke loo mmandla, baqala ukubathwala ngeenkuko abafayo, bebasa apho babemva ukuba ukhona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
bawubaleka wonke loo mmandla, baqala ukubathwala ngeenkuko abafayo, bebasa apho babemva ukuba ukhona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
bathi saa kuwo wonke loo mmandla, baza babathwala ngeenkukho abagulayo, bebasa apho babesiva ukuba ukho khona.