Mark 7:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Mosesi etshilo ukuti: Beka uyihlo nonyoko; nokuti: Otukayo uyise, umhlaumbi unina, makafe ngokufa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uMoses wathi, Beka uyihlo nonyoko; wathi kanjalo, Omthethela kakubi uyise, nokuba ngunina, makafe ukufa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku uMosis wathi: “Beka uyihlo nonyoko; nokuthi, Othuka uyise nokuba ngunina, makafe ukufa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andithi uMosis wathi: ‘Beka uyihlo nonyoko;’ watsho nokuthi: ‘Othuka uyise, nokuba ngunina, makabulawe’?