Mark 7:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko u‐Yesu wati kuye: Makuhlutiswe abantwana kuqala; ngokuba kungafanelekile ukuba kutatyatwe isonka sabantwana, siposwe ezinjeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke uYesu kuyo, Khawuyeke kuhluthe abantwana kuqala;kuba akukuhle ukusithabatha isonka sabantwana, siphoswe ezinjaneni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke uYesu kuyo, Khawuyeke kuhluthe abantwana kuqala; kuba akukuhle ukusithabatha isonka sabantwana, siphoswe ezinjaneni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ke uYesu kuye: “Khawuyeke kuhluthe abantwana kuqala. Kaloku akufanelekanga ukuba ukutya kwabantwana kunikwe iinjana.”