Mark 7:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula ke wati kuye: Ewe, Nkosi! ngokuba nezinja zisitya ngapantsi kwetafile kwimvutuluka zentsapo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yaphendula ke yathi kuye, Ewe, Nkosi; kuba nazo iinjana phantsi kwetafile zidla kwiimvuthuluka zabantwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula ke wathi kuye, Ewe, Nkosi; kuba nazo iinjana phantsi kwetafile zidla kwiimvuthuluka zabantwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula yena wathi kuye: “Kunjalo, Nkosi, kodwa noko iinjana eziphantsi kwetafile zitya imvuthuluka yokutya kwabantwana.”