Mark 7:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba abafarisi, nawo onke ama‐Juda, bengatyi nxa bangahlambanga izandla ezifunjatiweyo, bebamba isinikelo sabadala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba abaFarisi namaYuda onke abadli, ukuba abakhanga bazihlambe izandla kunene, bebambe isithethe samanyange.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba abaFarisi namaYuda onke abadli, ukuba abakhanga bazihlambe izandla kunene, bebambe isithethe samanyange.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku abaFarasi namaJuda onke abatyi bengazihlambanga izandla ngokwesiko, begcine isithethe samanyange.