Mark 7:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
waza wakangela ngasezulwini, wagula, wati kuso: Efata! oko kukuti: Vuleka!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wakhangela ezulwini, wancwina, wathi kuso, Efata, oko kukuthi, Vuleka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakhangela ezulwini, wancwina, wathi kuyo, Efata; oko kukuthi, Vuleka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wakhangela ezulwini, wancwina wathi kuso: “Efata;” (oko kukuthi: “Vuleka”).