Mark 7:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabayala ukuba mabangaxeleli mntu: kodwa njengoko wabayalayo, bashumayela kwa ngako ngakumbi kakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabayala ukuba mabangaxeleli bani; kodwa okukhona wabayalayo, kwaba kukhona bakuvakalisa ngakumbi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabayala ukuba mabangaxeleli bani; kodwa okukhona wabayalayo, kwaba kukhona bakuvakalisa ngakumbi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wabayala ukuba bangaxeleli bani, kodwa okukhona wabayalayo, kwaba kokukhona bakuvakalisayo ngakumbi.