Mark 7:37 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo babemangaliswa pezu kwembaliso, besiti: Uzenzile zonke izinto ngokulungileyo; nezitulu uyazenza ukuba zive, nezidenge ukuba zitete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakhwankqiswa ngokuncamisileyo kanye, besithi, Uzenze iinto zonke kakuhle; uzenza nezithulu zive, nabangenakuthetha bathethe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakhwankqiswa ngokuncamisileyo kanye, besithi, Uzenze iinto zonke kakuhle; uzenza nezithulu zive, nabangenakuthetha bathethe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu bamangaliswa bathi nqa, besithi: “Konke akwenzayo ukwenza kakuhle; uzenza nezithulu zive, nezimumu zithethe.”
Recommended Reading