Mark 7:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabesiti kubo kanjalo: Nikolisile ukuwulahla umyalelo katixo, ukuze nisigcine isinikelwa senu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayesithi kubo, Natyapha kambe niwutshitshise umthetho kaThixo, ukuze nisigcine isithethe senu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayesithi kubo, Natyapha kambe niwutshitshise umthetho kaThixo, ukuze nisigcine isithethe senu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakhona wathi kubo: “Ningamachule ekuwutshitshiseni umyalelo kaThixo, nokuze niphakamise esenu isithethe.