Mark 8:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kekaloku kwa oko wangena enqanaweni kunye nabadisipile bake, weza ezahlulweni zase‐Dalamanuta.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wangena kwaoko emkhombeni, nabafundi bakhe, weza emacaleni aseDalmanuta.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wangena kwaoko emkhombeni, nabafundi bakhe, weza emacaleni aseDalmanuta.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza kwangoko wakhwela esikhitshaneni kunye nabafundi bakhe, waya kummandla waseDalmanuta.