Mark 8:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wagula kakulu emoyeni wake, wati: Yinina ukuba esisizukulwana sifune umqondiso? ngokwenene nditi kuni: Akuyi kunikwa kwesisizukulwana umqondiso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Encwinile kanzulu ngomoya wakhe, athi, Yini na ukuba esi sizukulwana singxamele umqondiso? Inene ndithi kuni, Unakanye ukuba sinikwe umqondiso esi sizukulwana singxamele umqondiso?Inene ndithi kuni, Unakanye ukuba sinikwe umqondiso esi sizukulwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Encwina kakhulu emoyeni wakhe, wathi, Yini na ukuba esi sizukulwana singxamele umqondiso? Inene, ndithi kuni, Akukho mqondiso uya kunikwa esi sizukulwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Watsho ngesingqala esibuhlungu, wathi kubo: “Yini na ukuba esi sizukulwana singxamele umqondiso? Ndithi kuni, inene, soze siwunikwe umqondiso onjalo esi sizukulwana!”