Mark 8:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka wabashiya, wabuya wangena enqanaweni, wemkela ecaleni elingapesheya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabashiya, wabuya wangena emkhombeni, wemka waya ngaphesheya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabashiya, wabuya wangena emkhombeni, wemka waya ngaphesheya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabashiya, waphinda wakhwela esikhitshaneni, wemka waya ngaphesheya koLwandle lwaseGalili.