Mark 8:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayekwazi oku u‐Yesu wati kubo: Yinina ukuba nibuzane, ngokuba ningenazo izonka? Anikaqondi na? aniqiqi na kanjalo? ninentliziyo yenu iselukuni na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekwazi oko uYesu, athi kubo, Yini na ukuba nicamange, ngokuba ningenazonka? Anikaqiqi na, anikaqondi na?Isaqaqadekile na intliziyo yenu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekwazi oko uYesu, wathi kubo, Yini na ukuba nicamange, ngokuba ningenazonka? Anikaqondi na ukuba anikaqondi? Isaqaqadekile na intliziyo yenu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu, ekwazi oko bakuthethayo, wathi kubo: “Yini na ukuba nithethe ngokungabi nazonka? Anikaqiqi na; aniqondi na? Ngaba iqaqadekile na intliziyo yenu?