Mark 8:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ninawo amehlo nje, aniboni na? ninazo nendlebe nje, aniva na? aninako nokukumbula na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ninamehlo nje, aniboni na? Nineendlebe nje, aniva na?Anikhumbuli na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ninamehlo nje, aniboni na? Nineendlebe nje, aniva na? anikhumbuli na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ninamehlo nje, aniboni na? Nineendlebe nje, aniva na? Anikhumbuli na