Mark 8:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndibetwa lusizi pezu kwesihlwele, ukuba kuse kuntsuku ntatu behlala nam, bengenanto yokutya:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndisikwa yimfesane ngenxa yesihlwele; ngokuba sekuntsuku ntathu behleli nam, bengenanto bangayidlayo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndisikwa yimfesane ngenxa yezihlwele; ngokuba sekuntsuku ntathu behleli nam, bengenanto bangayidlayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ndiyavelana nesi sihlwele, kuba sekuziintsuku ezintathu aba bantu bekunye nam. Ke abasenanto ityiwayo.