Mark 8:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yakangela pezulu ke yati: Ndiyabona abantu, endibabonayo njengemiti behamba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yaza yakhangela phezulu yathi, Ndiyababona abantu; kuba ndibanakana behamba, ngathi yimithi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaza yakhangela phezulu yathi, Ndiyababona abantu behamba, ngathi yimithi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yaphakamisa intloko, yathi: “Ndibona abantu, bengathi yimithi. Nâbo behamba.”