Mark 8:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wabuya wabeka izandla pezu kwamehlo ayo, wayikangelisa pezulu; yaza yabuya yenziwa njengapambili, yababona kwa bonke ngokumhlope.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya wazibeka izandla phezu kwamehlo ayo, wayikhangelisa phezulu; yabuya yaphila, yababona bonke kakuhle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya wazibeka izandla phezu kwamehlo ayo, wayikhangelisa phezulu; yabuya yaphila, yababona bonke kakuhle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakhona ke uYesu wazibeka izandla emehlweni ayo, yaza yakhangela yondela, yaphila, yabona konke ngokucacileyo.