Mark 8:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bapendula ke, besiti: Kutwa ngu‐Johane umbapitizeshi; bati nabanye ngu‐Elija; bati kodwa abanye ngowabaprofite.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baphendula ke bona ngokuthi, Bathi unguYohane umbhaptizi;abanye bathi unguEliya; bambi ke bathi ungomnye wabaprofeti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baphendula ke bona, bathi, UnguYohane umbhaptizi; bambi ke bathi, Ungomnye wakubaprofeti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bamphendula besithi: “Kuthiwa ùnguYohane umbhaptizi. Abanye bathi ùnguEliya. Kanti abanye bathi ùngomye *wabashumayeli.”