Mark 8:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanjalo xeshekweni ndibandulula bengatyanga ukuya ezindlwini zabo, baya kucubuka endleleni; ngokuba bevele kude inxenye yabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba ndithe ndabandulula baya emakhayeni abo bengadlanga, botyhafa endleleni; kuba inxenye yabo ivela kude.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuba ndithe ndabandulula baya emakhayeni abo bengadlanga, botyhafa endleleni; kuba inxenye yabo ivela kude.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ndiyabandulula bagoduke bengatyanga, bophelelwa endleleni, kuba inxenye yabo ivela kude.”