Mark 8:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabayala kakulu ukuba mabangaxeleli mntu ngaye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabakhalimela ukuba bangaxeleli bani ngaye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabakhalimela ukuba bangaxeleli bani ngaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke wabayala ukuba bangaxeleli bani ngaye.