Mark 8:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanjalo uya kunika nto nina umntu ibe lixabiso elilingana nawo umpefumlo wake?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okanye worhola ntoni na umntu, ibe sisananelo somphefumlo wakhe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Okanye worhola ntoni na umntu, ibe sisananelo somphefumlo wakhe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Okanye umntu wobeka ntoni elingana nexabiso lobomi bakhe?