Mark 9:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wapendula owasesihlweleni, wati: Mfundisi! ndizisile unyana wam kuwe, enomoya ongatetiyo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula omnye wasesihlweleni wathi, Mfundisi, bendizise unyana wam kuwe, enomoya ongathethiyo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula omnye wasesihlweleni wathi, Mfundisi, bendizise unyana wam kuwe, enomoya ongathethiyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula omnye esihlweleni apho wathi: “Mfundisi, bendizise unyana wam kuwe, kuba unendimoni emenza angathethi.