Mark 9:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
oti kekaloku apo asukuba emqubula kona, amti kahla; aze axape amagwebu, atshixize amazinyo ake, ashwabane ke: ndaza ndateta kubadisipile bako ukuba mabamku̔pe; bakohlwa ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
apho uthe wamqubula khona, uyamntlala, aze alephuze amagwebu, atshixize amazinyo akhe, asuke ome; ndithethe kubafundi bakho ukuba bawukhuphe; bakhohlwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
apho uthe wamqubula khona, uyamntlala, aze alephuze amagwebu, atshixize amazinyo akhe, asuke ome; ndithethe kubafundi bakho ukuba bawukhuphe; ababa nako.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ithi le ndimoni yakumqubula axhuzule, alephuze amagwebu, atshixize namazinyo, asuke ome. Ndithethe nabafundi bakho ukuba bayikhuphe, kodwa bakhohlwa.”