Mark 9:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wampendula wati: Sizukulwana esingakolwayo! ndobako kuni kude kube ninina? ndoninyamezela kude kube ninina? mziseni kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amphendule ke yena athi, Sizukulwanandini singakholwayo, koda kube nini na ndikuni? Koda kube nini na ndininyamezele?Mziseni kum.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umphendule ke wathi, Sizukulwanandini singakholwayo, koda kube nini na ndinani? Koda kube nini na ndininyamezele? Mziseni kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu waphendula wathi kubo: “Sizukulwanandini esingakholwayo, koda kube nini na ndinani? Koda kube nini na ndininyamezela? Mziseni kum!”