Mark 9:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabuza kuyise, esiti; Lixesha elingakananina lento isel’ imhlile? Wayesiti: Kuseloko ebengumntwana:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuza kuyise, ukuba kumgama ungakanani na imhlile le nto.Wathi ke yena, Kwaesengumntwana;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuza kuyise, ukuba kumgama ungakanani na imhlile le nto? Wathi ke yena, Kwaesengumntwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke wabuza kuyise ukuba únaxesha lingakanani na ehliwe yile nto. Wathi yena: “Kwasebuntwaneni bakhe.