Mark 9:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
waye kwa futi emposile nasemlilweni nasemanzini, ukuze ambubise: kodwa ukuba ungenza into, yiba nosizi pezu kwetu, usisize.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
umphose futhi emlilweni, kwanasemanzini, ukuba umtshabalalise; ukuba unako ukwenza into, sisize, usikwe yimfesane sithi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umphose futhi emlilweni, kwanasemanzini, ukuba umtshabalalise; kodwa ukuba unako ukwenza into, sisize, usikwe yimfesane sithi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le ndimoni imphose kaninzi emlilweni, kwanasemanzini, ukuba imtshabalalise. Ke ukuba unako ukwenza into, sincede uvelane nathi.”