Mark 9:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Yesu kuye: Ukuba ungakolwa, zonke izinto ziyenzekela okolwayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uYesu kuye, Ewe, ukuba unokukholwa! Zonke izinto zinokwenzeka kuye okholwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYesu kuye, Ewe, ukuba unokukholwa! Zonke izinto zinokwenzeka kuye okholwayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kuye uYesu: “Oo, uthi: ‘Ukuba ndinako;’ – zonke izinto zinokwenzeka kokholwayo.”