Mark 9:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wadanduluka, wamṙuzula kakulu, wapuma ke; wati umfana waba njengokungati ufile, bada bati abaninzi: Ufile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakhala wona, wambetha wee xhwenene kunene, waphuma; waba njengofileyo, bada abaninzi bathi, Ufile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakhala umoya, wambetha wee xhwenene kunene, waphuma kuye; bada abaninzi bathi, Ufile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yakhala indimoni, yambetha watsho waxhuzula kunene umntwana, yaphuma. Umntwana lowo ke waba njengofileyo, bada abaninzi bathi: “Ufile.”