Mark 9:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ebefundisa abadisipile bake, wati kubo: Unyana wesintu uyanikelwa ezandleni zabantu, abaya kumbulala; waeya kuti akuba ebulewe, abuye avuke ngomhla wesitatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba wayebafundisa abafundi bakhe, esithi kubo, UNyana woMntu unikelwa ezandleni zabantu; baya kumbulala; uya kuthi ebulewe, abuye avuke ngomhla wesithathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba wayebafundisa abafundi bakhe, esithi kubo, uNyana woMntu unikelwa ezandleni zabantu; baya kumbulala; aze emveni kokuba ebulewe, abuye avuke ngomhla wesithathu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba wayebaxelela abafundi bakhe, esithi kubo: “UNyana woLuntu wonikelwa ezandleni zabantu abaya kumbulala. Wothi ke ebulewe njalo, abuye avuke ngomhla wesithathu.”