Mark 9:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bafika e‐Kapenayume: wati akuba sendlwini, wababuza, esiti: Nibe nipikisana pakati kwenu nganto nina endleleni?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weza kufika eKapernahum. Akuba esekhaya, wayebabuza esithi, Nibe nicamanga ntoni na phakathi kwenu endleleni?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weza kufika eKapernahum. Akuba esekhaya, wayebabuza esithi, Nibe nicamanga ntoni na phakathi kwenu endleleni?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bafika ke eKapernahum, waza uYesu akuba sendlwini, wababuza abafundi bakhe esithi: “Benibuzana ngantoni endleleni?”