Mark 9:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza watabata umntwana, wammisa pakati kwabo; wandula wamsingata ngengalo, wati kubo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthabathe umntwana, wammisa phakathi kwabo; emwolile, wathi kubo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthabathe umntwana, wammisa phakathi kwabo, wamwola, wathi kubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathatha umntwana, wammisa phakathi kwabo, wamsingatha, wathi kubo: