Mark 9:39 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Yesu wati: Ningamaleli; ngokuba kungeko mntu oya kwenza isenzo samandla egameni lam, aze ahle ange angateta kakubi ngam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uYesu, Musani ukumalela; kuba akukho namnye uya kwenza umsebenzi wamandla egameni lam, aze ahle abe nako ukuthetha kakubi ngam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke uYesu, Musani ukumalela; kuba akukho namnye uya kwenza umsebenzi wamandla egameni lam, aze abe nako ukuthetha kakubi ngam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi uYesu: “Hayi, ngeningamnqandanga, kuba akukho namnye unokuthi enze ummangaliso egameni lam, aze andigxeke.