Mark 9:49 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bonke beya kumvumvuzelwa ngomlilo, nawo onke amadini aya kumvumvuzelwa ngetyuwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba bonke baya kugalelwa ityuwa ngomlilo, athi onke amadini agalelwe ityuwa ngetyuwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba bonke baya kugalelwa ityuwa ngomlilo, athi onke amadini agalelwe ityuwa ngetyuwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Umntu ngamnye uya kugalelwa umlilo ngokungathi yityiwa.