Mark 9:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ebengazi ukuba woteta nto nina; ngokuba bebesoyika kakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ubengayazi into abengayithethayo; kuba bebesoyika kakhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ubengayazi into abengayithethayo; ngokuba bebesoyika kunene.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayesitsho kuba ebengayazi into anokuyithetha, kuba babesoyika kakhulu.