Matthew 1:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Yakobi wazala u‐Josefe indoda ka‐Mariya, okungaye wazalwa u‐Yesu, okutiwa ngu‐Kristu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uYakobi ke wazala uYosefu, indoda kaMariya, ekuthe ngaye kwazalwa uYesu, okuthiwa nguKristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYakobi wazala uYosefu indoda kaMariya, ekuthe ngaye kwazalwa uYesu, ekuthiwa nguKristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uYakobi wazala uJosefu, umyeni kaMariya, unina kaYesu, lo kuthiwa *nguKrestu.