Matthew 1:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
U‐Abrahame wazala u‐Yisake; no‐Yisake wazala u‐Yakobi; no‐Yakobi wazala u‐Juda nabazalwana bake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAbraham wazala uIsake; uIsake ke wazala uYakobi; uYakobi wazala uYuda nabazalwana bakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAbraham wazala uIsake; uIsake wazala uYakobi; uYakobi wazala uYuda nabazalwana bakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAbraham wazala uIsake; uIsake wazala uYakobi; uYakobi wazala uJuda nabantakwabo;