Matthew 1:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wozala unyana ke, wauya kubiza igama lake ngo— Yesu; ngokuba yena eya kusindisa abantu bake ezonweni zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kuzala unyana ke, umbize ngegama elinguYesu; kuba yena eya kubasindisa abantu bakhe ezonweni zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kuzala unyana ke, umbize ngegama elinguYesu; kuba yena eya kubasindisa abantu bakhe ezonweni zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Úya kuzala unyana, ùmthiye igama *elinguYesu, kuba nguye oya kubasindisa abantu bakhe ezonweni zabo.”