Matthew 1:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, intombi iya kumita, izale unyana, babeya kumbiza ngegama elingu‐Yimanuweli, oko kukuti ngokukunyushwa, Utixo enati.)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabonani, intombi le iya kumitha izale unyana, Bambize ngegama elinguImanuweli, oko kukuthi ngentetho evakalayo, uThixo unathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyabona, intombi le iya kumitha, izale unyana, Bambize ngegama elinguEmanuweli, oko kukuthi ngentetho evakalayo, uThixo unathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Niyabona, intombi le iya kumitha, izale unyana, abizwe ngokuba nguImanuweli” (oko kukuthi “uThixo unathi”).