Matthew 1:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Josefe, akuba evukile ebutongweni, wenza njengokuba ibimyalele ingelosi yenkosi, watabatela kuye umfazi wake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uYosefu, evukile ebuthongweni, wenza ngoko besimmisele ngako isithunywa seNkosi, wamthabathela kuye umfazi wakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke uYosefu, evukile ebuthongweni, wenza ngoko besimmisele ngako isithunywa seNkosi, wamthabathela kuye umkakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuvuka ebuthongweni uJosefu, wênza njengoko isithunywa seNkosi besitshilo kuye, wamthatha uMariya, waba ngumfazi wakhe;