Matthew 1:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanti wayengamazi kwada kwazalwa nguye unyana wake owamazibulo; waza wabiza igama lake ngo— Yesu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
waza ke akamazi, wada wazala unyana wakhe wamazibulo;wambiza ke ngegama elinguYesu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akamazi wada wazala unyana wakhe wamazibulo; wamthiya igama elinguYesu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa akahlangananga naye de wamzala unyana wakhe. UJosefu ke wamthiya igama elinguYesu.