Matthew 1:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Rame wazala u‐Haminadabi; no‐Haminadabi wazala u‐Nahashone; no‐Nahashone wazala u‐Salimone;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uAram wazala uAminadabhi; uAminadabhi wazala uNashon;uNashon wazala uSalemon;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAram wazala uAminadabhi; uAminadabhi wazala uNashon; uNashon wazala uSalmon;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uAram wazala uAminadabhi; uAminadabhi wazala uNashon; uNashon wazala uSalman;